65 episodes

"Ziphengululeni• izibhalo, ngokuba nina niba ninobomi obungunaphakade kuzo; zaye zona zingqina ngam." Yohane 5:39 La ngamazwi athethwa nguYesu athetha nathi nanamhlanje.Nangona kunokubakho uhlobo oluthile lonqulo kunye nomthandazo, injongo yokufunda rhoqo Izibhalo Ezingcwele kukudibanisa ukuqonda uThixo neLizwi lakhe.

Kanye ngeveki Sizakudibana ngo 08H00 ngolwesihlanu sishwankathela isifundo Sesikolo seSabatha. Wamkelekile, senzele nje oku mamela wabelane nabanye kwisocial media platforms, emva koko Ukuba ufuna ukuuqhagamshelana nam kaizerkk@gmail.com OR twitter @Izibhalo_Rhoqo

Ziphengulule Izibhalo Kaizer khaya

    • News

"Ziphengululeni• izibhalo, ngokuba nina niba ninobomi obungunaphakade kuzo; zaye zona zingqina ngam." Yohane 5:39 La ngamazwi athethwa nguYesu athetha nathi nanamhlanje.Nangona kunokubakho uhlobo oluthile lonqulo kunye nomthandazo, injongo yokufunda rhoqo Izibhalo Ezingcwele kukudibanisa ukuqonda uThixo neLizwi lakhe.

Kanye ngeveki Sizakudibana ngo 08H00 ngolwesihlanu sishwankathela isifundo Sesikolo seSabatha. Wamkelekile, senzele nje oku mamela wabelane nabanye kwisocial media platforms, emva koko Ukuba ufuna ukuuqhagamshelana nam kaizerkk@gmail.com OR twitter @Izibhalo_Rhoqo

    Intshumayeli 2

    Intshumayeli 2

    Ubukhulu bukaSolomon, ubutyebi kunye nemisebenzi emikhulu. Akukho nto intsha inokwenziwa phantsi kwelanga. Isityebi nehlwempu zifa ngokufanayo.

    Yonke into ingamampunge
    ● USolomon wayephila kuzo zonke iintlobo zolonwabo kuquka imithendeleko yonqulo ( Numeri 10:10; 1 Kumkani 3:15 ) kodwa yonke loo nto yayingamampunge yaye ingenantsingiselo.
    > wabuthiya ubomi nomsebenzi awawenzayo.
    > ubomi abunanjongo ngaphandle kokhokelo lukaThixo
    > ubutyebi behlabathi bufana noothixo babahedeni kuba abuboneleli ulonwabo nobomi obungunaphakade.
    Zonke izinto ziya kuhlala zinjengayizolo, kodwa kukho isithembiso, uYesu uyeza (Isityhilelo 16:15).
    4. Kufuneka sibuyele kuThixo njengoSolomon nasebudaleni bakhe, masiguquke kwaye sivume izono zethu ukuze siqale iphepha elitsha kunye neNkosi yethu uYesu.

    • 14 min
    Intshumayeli 1

    Intshumayeli 1

    Intshumayeli

    Igama lesiHebhere nguKoheleth/Qoheleth, "umshumayeli"a
    Yabhalwa nguSolomon ngenkulungwane yeshumi B.C.
    Le ncwadi yingqokelela yamazwi embongo, amabali, amaqhalo kunye nokucamngca.

    Umxholo oyintloko kukungabi nantsingiselo kwezinto zexeshana ebomini kunye nemfuneko yokoyika uThixo kwihlabathi eliwileyo, elibhidekayo nelinxungupheleyo.

    • 16 min
    Chapter 8—Luther Before the Diet

    Chapter 8—Luther Before the Diet

    The Reformation did not, as many suppose, end with Luther. It is to be continued to the close of this world's history. Luther had a great work to do in reflecting to others the light which God had permitted to shine upon him; yet he did not receive all the light which was to be given to the world. From that time to this, new light has been continually shining upon the Scriptures, and new truths have been constantly unfolding.

    • 18 min
    The Great Controversy 7: Luther's Separation From Rome

    The Great Controversy 7: Luther's Separation From Rome

    The fear of the Lord dwelt in the heart of Luther, enabling him to maintain his steadfastness of purpose and leading him to deep humility before God. He had an abiding sense of his dependence upon divine aid, and he did not fail to begin each day with prayer, while his heart was continually breathing a petition for guidance and support. "

    • 9 min
    UPawulos Ngabase Efese

    UPawulos Ngabase Efese

    Ibali labakhupheli beedemon balisebenzisa kakubi igama likaYesu nelikaPawulos (Izenzo 19:13–20; ) linceda ekucaciseni ukuba kutheni uPawulos esebenzisa ulwimi olungaka malunga namandla kwabase-Efese. Amanye amakholwa amatsha, ekholose ngokutsha ngolongamo lukaYesu, agalela emlilweni iincwadi zawo zemilingo ezibiza imali eninzi. Ngenxa yokufunyanwa kompapiri omalunga namakhulu amabini anamashumi amahlanu athetha ngomlingo, kwanezinye izinto esiye sazifumana, sinemizekeliso emininzi yezithethe, iziqalekiso, iziqalekiso, njalo njalo, ezifanayo naleyo ekusenokwenzeka ukuba ichazwe kwezi ncwadi zomlingo. Le miqulu yayicebise amakholwa ngendlela yokuqhuba izithethe ezinjalo ukuze kweyisele oothixo, izithixokazi, namandla omoya ukuba benze nantoni na abanokuyicela.

    • 23 min
    Huss and Jerome

    Huss and Jerome

    Hitherto Huss had stood alone in his labors; but now Jerome, who while in England had accepted the teachings of Wycliffe, joined in the work of reform. The two were hereafter united in their lives, and in death they were not to be divided. Brilliancy of genius, eloquence and learning—gifts that win popular favor—were possessed in a pre-eminent degree by Jerome; but in those qualities which constitute real strength of character, Huss was the greater. His calm judgment served as a restraint upon the impulsive spirit of Jerome, who, with true humility, perceived his worth, and yielded to his counsels. Under their united labors the reform was more rapidly extended. GC 102.3

    • 11 min

Top Podcasts In News

The Daily
The New York Times
Up First
NPR
Pod Save America
Crooked Media
Serial
Serial Productions & The New York Times
The Ben Shapiro Show
The Daily Wire
The Megyn Kelly Show
SiriusXM