ISityhilelo 1
Listen now
Description
_UYesu wabonakala ngokwakhe kuYohane waza wamyalela ukuba abhalele ibandla iincwadi._ Xa sifunda le ncwadi sinxibelelana: i) NoThixo uYise *Isityhilelo 1:4*, ii) UMoya oyiNgcwele *Isityhilelo 1:4* kunye iii) NoYesu ngokwakhe *Isityhilelo 1:5-8.* Iingelosi zasezulwini nazo ziyinxalenye yonxibelelwano *ISityhilelo 1:1.* **Kukho intsikelelo ekhethekileyo evakaliswayo kwabo balifundayo, balivayo baze balisebenzise ilizwi likaThixo. *ISityhilelo 1:3.*
More Episodes
Ubukhulu bukaSolomon, ubutyebi kunye nemisebenzi emikhulu. Akukho nto intsha inokwenziwa phantsi kwelanga. Isityebi nehlwempu zifa ngokufanayo. Yonke into ingamampunge ● USolomon wayephila kuzo zonke iintlobo zolonwabo kuquka imithendeleko yonqulo ( Numeri 10:10; 1 Kumkani 3:15 ) kodwa yonke...
Published 11/06/23
Intshumayeli Igama lesiHebhere nguKoheleth/Qoheleth, "umshumayeli"a Yabhalwa nguSolomon ngenkulungwane yeshumi B.C. Le ncwadi yingqokelela yamazwi embongo, amabali, amaqhalo kunye nokucamngca. Umxholo oyintloko kukungabi nantsingiselo kwezinto zexeshana ebomini kunye nemfuneko yokoyika...
Published 11/05/23
Published 11/05/23