Episodes
Ubukhulu bukaSolomon, ubutyebi kunye nemisebenzi emikhulu. Akukho nto intsha inokwenziwa phantsi kwelanga. Isityebi nehlwempu zifa ngokufanayo. Yonke into ingamampunge ● USolomon wayephila kuzo zonke iintlobo zolonwabo kuquka imithendeleko yonqulo ( Numeri 10:10; 1 Kumkani 3:15 ) kodwa yonke loo nto yayingamampunge yaye ingenantsingiselo. > wabuthiya ubomi nomsebenzi awawenzayo. > ubomi abunanjongo ngaphandle kokhokelo lukaThixo > ubutyebi behlabathi bufana noothixo babahedeni...
Published 11/06/23
Intshumayeli Igama lesiHebhere nguKoheleth/Qoheleth, "umshumayeli"a Yabhalwa nguSolomon ngenkulungwane yeshumi B.C. Le ncwadi yingqokelela yamazwi embongo, amabali, amaqhalo kunye nokucamngca. Umxholo oyintloko kukungabi nantsingiselo kwezinto zexeshana ebomini kunye nemfuneko yokoyika uThixo kwihlabathi eliwileyo, elibhidekayo nelinxungupheleyo.
Published 11/05/23
Published 11/05/23
The Reformation did not, as many suppose, end with Luther. It is to be continued to the close of this world's history. Luther had a great work to do in reflecting to others the light which God had permitted to shine upon him; yet he did not receive all the light which was to be given to the world. From that time to this, new light has been continually shining upon the Scriptures, and new truths have been constantly unfolding.
Published 07/10/23
The fear of the Lord dwelt in the heart of Luther, enabling him to maintain his steadfastness of purpose and leading him to deep humility before God. He had an abiding sense of his dependence upon divine aid, and he did not fail to begin each day with prayer, while his heart was continually breathing a petition for guidance and support. "
Published 07/03/23
Ibali labakhupheli beedemon balisebenzisa kakubi igama likaYesu nelikaPawulos (Izenzo 19:13–20; ) linceda ekucaciseni ukuba kutheni uPawulos esebenzisa ulwimi olungaka malunga namandla kwabase-Efese. Amanye amakholwa amatsha, ekholose ngokutsha ngolongamo lukaYesu, agalela emlilweni iincwadi zawo zemilingo ezibiza imali eninzi. Ngenxa yokufunyanwa kompapiri omalunga namakhulu amabini anamashumi amahlanu athetha ngomlingo, kwanezinye izinto esiye sazifumana, sinemizekeliso emininzi yezithethe,...
Published 06/30/23
Hitherto Huss had stood alone in his labors; but now Jerome, who while in England had accepted the teachings of Wycliffe, joined in the work of reform. The two were hereafter united in their lives, and in death they were not to be divided. Brilliancy of genius, eloquence and learning—gifts that win popular favor—were possessed in a pre-eminent degree by Jerome; but in those qualities which constitute real strength of character, Huss was the greater. His calm judgment served as a restraint...
Published 06/25/23
UPawulos unenjongo enzulu ekhuthaza ileta yakhe. Ngokuyinxenye kwakungenxa yokuvalelwa kwakhe entolongweni ( Efe. 3:13, Efe. 6:20 ) yaye ngokuyinxenye ngenxa yentshutshiso eqhubekayo nezilingo, amaEfese ahendelwa ukuba adimazeke. UPawulos ubakhumbuza ngento eyenzekayo xa babeguquka, besamkela uKristu njengoMsindisi wabo nokuba yinxalenye yebandla. Baye baba ngumzimba kaKristu ( Efe. 1:19–23, Efe. 4:1–16 ), izinto zokwakha etempileni ( Efe. 2:19–22 ), umtshakazi kaKristu ( Efe. 5:21–22 ) . ...
Published 06/23/23
》 Wycliffe taught different Protestant doctrines, - salvation through faith in Christ - the only failure of the Scriptures.
Published 06/23/23
Amid the gloom that settled upon the earth during the long period of papal supremacy, the light of truth could not be wholly extinguished. In every age there were witnesses for God—men who cherished faith in Christ as the only mediator between God and man, who held the Bible as the only rule of life, and who hallowed the true Sabbath. How much the world owes to these men, posterity will never know. They were branded as heretics, their motives impugned, their characters maligned, their...
Published 06/11/23
In reviewing our past history, having traveled over every step of advance to our present standing, I can say, Praise God! As I see what the Lord has wrought, I am filled with astonishment, and with confidence in Christ as leader. We have nothing to fear for the future, except as we shall forget the way the Lord has led us, and His teaching in our past history. LS 196.2
Published 06/08/23
♻️ When Jesus revealed to his disciples the end of Jerusalem and the events of the second coming, He foretold the experience of his people from the time he would be taken from them so that he would return with power and glory to set them free.
Published 05/28/23
Hello, welcome to our program Thetha Mzansi uZiphengulule Izibhalo. Today we are doing Summary of The book by Ellen G White The Great Controversy. Please enjoy this Summary as narrated by yours truly. Hope you'll be blessed by this episode. Don't forget to like & share to spread the word.
Published 05/19/23
The war between good and evil began long before the dawn of human history. Hatred, disease, violence, and death are the by-products of this conflict, and all of us are affected. We must know the answers to these questions: Why would a God of love allow sin and suffering? Will religious and political alliances one day threaten our freedoms? What role does our nation play in Bible prophecy? What is the terrorist behind all terrorists? And what is his "mark"? Who is the antichrist? How...
Published 05/17/23
Kule veki siza kuqwalasela ukufa kukaKristu nokuba kuthetha ntoni kwisithembiso sobomi obungunaphakade.
Published 11/04/22
Masike sijonge iziganeko zovuko kwabantu phambi kokufa nokuvuka kukaKristu. IZibhalo ziqulathe iziganeko ezininzi zabo bavukayo phambi kweziganeko saseKalvari.
Published 10/28/22
Kule veki siza kujonga kwindlela ingcamango yovuko lokugqibela olutyhilwa ngayo ngamaxesha eTestamente eNdala, siqwalasela ngendlela ekhethekileyo kwiintetho zikaYobhi, abanye abadumisi, nabaprofeti uIsaya noDaniyeli.
Published 10/21/22
Kule veki siza kuqwalasela indlela iTestamente eNdala eyicacia ngayo indalo yomntu nemeko yezidalwa ezingabantu ekufeni.
Published 10/14/22
Kule veki siza kuqwalasela ekuweni kuka-Adam noEva, ukuba sawoyisa njani isono nokufa umhlaba wethu, nokuba uThixo wayityala njani imbewu yethemba loluntu apho e- Eden.
Published 10/07/22
Imvelaphi yobubi intsokothile kakhulu. Kwelinye icala kukho “imfihlelo yokuchasa umthetho” esebenzayo ( 2 Tes. 2:7 ); yaye kwelinye icala “yimfihlelo yokuhlonela uThixo” ( 1 Tim. 3:16 ), izisa isisombululo kwingxaki yobungendawo. Ikratshi likaLusifa loyiswa kukuthobeka kweNkosi uYesu Kristu oweza ngembonakalo yenyama engumntu (Fil. 2:6-11). #HambaVangeli
Published 10/03/22
Singabantu abanokufa, sidinga ingqiniseko kokweli xesha nethemba lokuzayo. Njengoko kwabekwa kakuhle ngofunda ngoThixo uEmil Brunner, “Oko umongo-moya ukuko kwimiphunga, linjalo ithemba ukunika intsingiselo kubomi bomntu. Susa umongomoya, kubakho ukufa ngokufuthaniseleka, susa ithemba, uluntu LUFUTHANISELEKA kukungabi namphefumlo; kungenelela ukuphelelwa lithemba, kuchazeka ukudodobala kwengqondo yokucinga namandla asemoyeni ngenxa yemvakalelo yokungasebenzi kakuhle kwengqondo...
Published 09/29/22
“Xa kukho umkhosi wabasebenzi abasebatsha, abaqeqeshwe ngokufanelekileyo, abanokuthi babe nokunikela, singakhawuleza kangakanani na isigidimi soMsindisi, ovukileyo nozayo ukuthathwa sisiwe kulo lonke ihlabathi”?
Published 07/22/22
UYesu  wathi kubafundi Bakhe, “Andisanibizi ngamakhobok, kuba inkosi ayithembeli kumakhoboka ayo. Ngoku ningabahlobo bam, kuba ndinixelele yonke into uBawo andixelele yona” (Yohane 15:15). Ezi zinto uYesu wabelane ngazo nabafundi ngokuqinisekileyo ziquka iinkcukacha ngeemishini. Yonke into ekufuneka siyazi ukuba ngamangqina kaKristu siyixelelwe thina.
Published 07/17/22
Umsebenzi othile ubekelwe uMKristu ngamnye.
Published 07/12/22
UmKristu lo yintoni elindelekileyo kuyo ingekuko: UKUBONAKALISA ISIMILO SIKA KRISTU. UKULUNGISELELA USAPHO. UKULUNGISELELA ABAHLALI. UKULUNGISELELA EBANDLENI. YONKE LONTO ISISA EBUKUMKANINI 🙏😇
Published 07/05/22