Uvukelo kwihlabathi eligqibeleleyo
Listen now
Description
Imvelaphi yobubi intsokothile kakhulu. Kwelinye icala kukho “imfihlelo yokuchasa umthetho” esebenzayo ( 2 Tes. 2:7 ); yaye kwelinye icala “yimfihlelo yokuhlonela uThixo” ( 1 Tim. 3:16 ), izisa isisombululo kwingxaki yobungendawo. Ikratshi likaLusifa loyiswa kukuthobeka kweNkosi uYesu Kristu oweza ngembonakalo yenyama engumntu (Fil. 2:6-11). #HambaVangeli
More Episodes
Ubukhulu bukaSolomon, ubutyebi kunye nemisebenzi emikhulu. Akukho nto intsha inokwenziwa phantsi kwelanga. Isityebi nehlwempu zifa ngokufanayo. Yonke into ingamampunge ● USolomon wayephila kuzo zonke iintlobo zolonwabo kuquka imithendeleko yonqulo ( Numeri 10:10; 1 Kumkani 3:15 ) kodwa yonke...
Published 11/06/23
Intshumayeli Igama lesiHebhere nguKoheleth/Qoheleth, "umshumayeli"a Yabhalwa nguSolomon ngenkulungwane yeshumi B.C. Le ncwadi yingqokelela yamazwi embongo, amabali, amaqhalo kunye nokucamngca. Umxholo oyintloko kukungabi nantsingiselo kwezinto zexeshana ebomini kunye nemfuneko yokoyika...
Published 11/05/23
Published 11/05/23